#tbt #earlypregnancy ndandingave ndirhalela ketana ukunidika ngesisisu qha umama wathi "ndingalinge ndive kuthwa ufake esosisu koFacebook ke" nam ke ndamamela njengamntwana 😃 😃